Enrolment options

XH205: Isahluko 5 - Ukwenza Umehluko.
2. Ndikhokele (Ilungu leVuku)
Zininzi izinto ozakuthi uzifunde ngabantu abangqonge lo mntu. Ngamanye amaxesha izidingo zabo nezinto abanomdla kuzo zizakucaca kuwe. Lixesha lokuba udibanise ulwazi onalo ngaye. Qala ingxoxo ngabantu abasondeleyo kuye abanje ngomlingane, abantwana kwakunye nabahlobo uze ubakhuthaze ukuba babone kwaye baze nesisombululo esilula esisekwe kuthando lukaYesu. Zama ukuba ungaqali ngezinto ezidinga ukuba uzibophelele ngamandla okanye izinto ezinjengeengxaki zemali. Qhubeka unceda ekukhuliseni ngokukhuthaza.
Guests cannot access this course. Please log in.